Busto Arsizio
Appearance
I-Busto Arsizio ngumasipala wase-Italiya onabemi abayi 83 145 kwiphondo lase Varese, e Lombardy . Isixeko siyindawo yemizi-mveliso neyorhwebo ebaluleke kakhulu ebekwe kwimeko yedolophu exineneyo. [1]
Yayimiwe ngamaxesha amaRoma, yayisaziwa ngamaXesha Aphakathi ngokusukwa kwesikhumba . Yaziwa kwinkulungwane yeshumi elinesithandathu ngokulungiswa kwe fustian, [2] yaphuhliswa kwinkulungwane yeshumi elinesithoba ngenxa yobuninzi bemizi mveliso yokusonta nomqhaphu . [2]
- ↑ "Comune di Casorate Sempione - Piano di Governo e di Territorio (pag. 11)" archived from the original on 2023-10-31 retrieved 2023-10-31
- ↑ 2.0 2.1 "Ascesa e declino della tessitura nel "secolo dei lumi""